|
|
Upload
Grateful by Pzho TKG  feat. mama Thoko Ntshinga
Grateful by Pzho TKG  feat. mama Thoko Ntshinga

Pzho TKG feat. mama Thoko NtshingaGrateful

GratefulPzho TKG feat. mama Thoko Ntshinga

0:00
0.00% played
0:00

Uploaded By

VIEW PROFILE
Avatar

1.06K Followers

Universe, thank you for another day tho ndilibal'uk'thandaza sometimes I forget to pray/ Feel like I could run away but once ndacinga ndicingisise there is another way/ Ndikholwa kwabalele so so xa bendifikel'emaphupheni bathi ungakhazeki/ Kusazofik'izinto kusazofika nenkqwithela apha uzuqine ungaphaphatheki/ Kusazofika abantu abafana noMamtipha ooThokozile ungatatazeli/ Xa befunx'izinto besel'amanz'angendawo ungasondeli ungachaphazeleki/ Xa bephul'umthetho uzuvalamehlo ei ungagaxeleki/ Luzakuvuleka olwacango wakungena abangasemva uzungabavaleli/ Uzakulungelwa ube kodwa abasele ezantsi uzungabathufeli/ Ungathathi konke ungashiyi kwanto hlala esphakathini usame ukuba fair/
  • Release Date:February 18, 2023
  • Album:Incwadi
  • Producer:Zolani Ponco x Knowledge
  • Genre:Hip-Hop/Rap
797Total plays
13Likes
11Playlist Adds