Uploaded By
VIEW PROFILE
11 Followers
Kwenze njani bo lizwe lomntu ontsundu.u.u
Xa libethana looodwa yehhaaa
Xandibona omnye umntu ezama
andifuni ukumbona esithi uya phambili yehaaa
Ohhh yhiiini bo'o yhiiiini bo'o
Lizwe lomntu ontsuundu
Lizwe lomntu ontsuundu
Thilalaaaaa laaaa laaaa
Bababiba babe ba babeba
Hababebaba bebaaa
Hayi abazali bethu basufundisa Kabo
Uzwa bethi ungabodlala nomntwana kamakhelwane
Kant'ubuntu baayaaphi
Kant'ubuntu baayaaphi
Kant'ubuntu baayaaphi
- Release Date:October 6, 2021
- Genre:



0 comments